Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Septemba 12-18

INDUMISO 120-134

Septemba 12-18
  • Ingoma 33 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Uncedo Lwam Luvela KuYehova”: (imiz. 10)

    • Nd 121:1, 2—Kuba uYehova edale izinto zonke, sinokumthemba (w04 12/15 12 ¶3)

    • Nd 121:3, 4—UYehova uzazi kakuhle izinto abazidingayo abakhonzi bakhe (w04 12/15 12 ¶4)

    • Nd 121:5-8—UYehova akayeki ukubakhusela abantu bakhe (w04 12/15 13 ¶5-7)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Nd 123:2—Yiyiphi ingongoma ephuhliswa ngumzekeliso ‘wamehlo abakhonzi’? (w06 9/1 15 ¶4)

    • Nd 133:1-3—Sifunda ntoni kule ndumiso? (w06 9/1 16 ¶3)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Nd 127:1–129:8

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) wp16.5 ngaphandle—Phendula umninimzi onomsindo.

  • Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) wp16.5 ngaphandle—Mema umninimzi ukuba aye kwiintlanganiso.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) fg isifundo 8 ¶6—Nceda isifundo sibone indlela esinokuwusebenzisa ngayo umbandela.

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 114

  • Zininzi Izinto Andenzele Zona UYehova: (imiz. 15) Dlala ividiyo ekwi-jw.org/xh. (Yiya kwindawo ethi INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI > IMISEBENZI.) Emva koko buza le mibuzo ilandelayo: UCrystal uncedwe njani nguYehova, yaye oko kumkhuthaze njani? Wenza ntoni xa iimvakalelo okanye iingcinga ezibuhlungu zimongamela? Amava kaCrystal akuncede njani?

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) ia Umqukumbelo ¶1-13

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 119 Nomthandazo