Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 120-134

“Uncedo Lwam Luvela KuYehova”

“Uncedo Lwam Luvela KuYehova”

IiNdumiso 120 ukuya ku-134 zaziwa njengeeNgoma zeZinyuko. Abantu abaninzi bakholelwa ukuba zaziculwa ngamaSirayeli awayevuya njengoko ayenyuka esiya kunqula kwimithendeleko yaminyaka le eYerusalem, eyayiphezulu kwiintaba zakwaYuda.

Umkhuseli wethu onguYehova uchazwa . . . 

121:3-8

  • njengomalusi ohlala ethe qwa

  • njengomthunzi

  • njengejoni elithembekileyo