Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INDUMISO 142-150

“Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”

“Mkhulu UYehova Yaye Ngowokudunyiswa Kakhulu”

145:1-5

UDavide wathi akuqonda ukuba ubukhulu bukaYehova abunakulinganiswa nanto, wamdumisa ubomi bakhe bonke

145:10-12

NjengoDavide, abakhonzi bakaYehova abanyanisekileyo bancokola ngamandla akhe amakhulu

145:14

UDavide wayeqinisekile ukuba uYehova uyafuna kwaye uyakwazi ukubanyamekela abakhonzi bakhe