Septemba 10-16
YOHANE 3-4
Ingoma 57 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYesu Ushumayeza UmSamariyakazi”: (imiz. 10)
Yoh 4:6, 7—Nakubeni wayediniwe, uYesu waqalisa incoko nomSamariyakazi (ingcaciso kaYohane 4:6)
Yoh 4:21-24—Ukuqalisa kwakhe incoko nomSamariyakazi kwanceda abantu abaninzi beva ngoMesiya
Yoh 4:39-41—Ngenxa yento uYesu awayenzayo, amaSamariya amaninzi akholelwa kuye
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yoh 3:29—Simele siyiqonde njani le vesi? (ingcaciso)
Yoh 4:10—Inoba umSamariyakazi wayecinga ukuba uthini uYesu xa wayethetha ‘ngamanzi aphilayo,’ kodwa yena wayethetha ukuthini? (ingcaciso)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 4:1-15
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Ividiyo Yokubuyela Okokuqala: (imiz. 5) Yidlale nize niyixubushe.
Intetho: (imiz. 6 nangaphantsi) wp16.2 9 ¶1-4—Umxholo: Ingcaciso KaYohane 4:23.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Qala Incoko Eza Kukuvulela Ithuba Lokushumayela”: (imiz. 15) Ingxubusho. Qukumbela ngokukhuthaza bonke ukuba baqalise incoko nomntu nokuba kukanye kule veki. Kwintlanganiso yeveki ezayo, abavakalisi baza kunikwa ithuba lokubalisa ukuba baqhube njani.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 13 isiqe. 1-4 nebhokisi ethi “Ngaba Ndifanele Ndibhiyoze?” nethi “Ukwenza Izigqibo Ngobulumko.”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 35 Nomthandazo