Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Septemba 24-​30

YOHANE 7-8

Septemba 24-​30
  • Ingoma 12 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • UYesu Wamzukisa UYise”: (imiz. 10)

    • Yoh 7:15-18—Xa uYesu wayenconywa ngeemfundiso zakhe, uzuko walusa kuYehova (cf 100-101 ¶5-6)

    • Yoh 7:28, 29—UYesu wathi uthunywe nguThixo, nto leyo eyayibonisa ukuba uyazithoba kuye

    • Yoh 8:29—UYesu waxelela abantu ababemmamele ukuba usoloko esenza izinto ezikholekileyo kuYehova (w11 3/15 11 ¶19)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yoh 7:8-10—Ngaba uYesu wabaqhatha abantakwabo? (w07 2/1 6 ¶4)

    • Yoh 8:58—Kutheni inxalenye yokugqibela yale vesi iguqulelwa ngokuthi “bendikho” kunokuba kuthiwe “ndikho,” ibe kutheni ibalulekile loo nto? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 8:31-47

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mmemele kwiintlanganiso.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise enye yeencwadi ekuqhutywa ngayo izifundo.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 9-10 ¶10-11

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU