Septemba 3-9
YOHANE 1-2
Ingoma 13 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYesu Wenza Ummangaliso Wokuqala”: (imiz. 10)
[Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaYohane.]
Yoh 2:1-3—Kwaphantse kwenzeka ihlazo emtshatweni (w15 6/15 4 ¶3)
Yoh 2:4-11—Into eyenziwa nguYesu yaqinisa ukholo lwabafundi (jy-E 41 ¶6)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Yoh 1:1—Kutheni sisithi uYohane wayengathi “uLizwi” noThixo uSomandla ngumntu omnye? (ingcaciso)
Yoh 1:29—Kwakutheni ukuze uYohane umBhaptizi athi uYesu ‘yiMvana kaThixo’? (ingcaciso)
Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 1:1-18
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize niyixubushe.
Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh 40-41, isiqe 10-11
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 8)
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 7) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaSeptemba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 12 isiqe 15-22 nebhokisi ethi “Ngaba Ndithetha Izinto Ezakhayo?”
Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 121 Nomthandazo