Oktobha 4-10
YOSHUWA 8-9
Ingoma 127 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Izinto Esinokuzifunda Kwinto Eyenzeka kumaGibheyon”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yos 8:29—Kwakutheni ukuze ukumkani waseAyi axhonywe esibondeni? (it-1-E 1030)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yos 8:28–9:2 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 2)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike isimemo seentlanganiso zebandla, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
Intetho: (imiz. 5) it-1-E 520; 525 ¶1—Umxholo: Sifunda Ntoni Kwisivumelwano UYoshuwa Awasenza NamaGibheyon? (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yibani Ngabathobekileyo (1Pe 5:5): (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: UPetros noYohane bayilandela njani imiyalelo kaYesu yokwenza iPasika? UYesu wabafundisa njani ukuthobeka ngobusuku obungaphambi kokuba afe? Sazi njani ukuba uPetros noYohane bafunda kwinto uYesu awabafundisa yona ngokuthobeka? Zeziphi iindlela esinokubonisa ngazo ukuthobeka?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 14 ¶15-20
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 59 Nomthandazo