Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ababingeleli baphethe iTyeya njengoko bengena kuMlambo iYordan.

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UYehova Usikelela Izinto Esizenza Kuba Sinokholo

UYehova Usikelela Izinto Esizenza Kuba Sinokholo

Indlela uYehova akhokela ngayo isenokubonakala ingebobulumko kuthi njengabantu (Yos 3:12, 13; it-2-E 105; jonga umfanekiso ongaphandle)

Abazalwana abakhokelayo bafanele babe ngabokuqala ukuthobela imiyalelo (Yos 3:14; w13 9/15 16 ¶17)

UYehova usikelela izinto esizenzayo (Yos 3:15-17; w13 9/15 16 ¶18)

UYehova uza kusisikelela xa sishumayela nangona singakwazi ukuzenza ezinye izinto ngenxa yeemeko zempilo okanye ezinye iingxaki.