Septemba 27–Oktobha 3
YOSHUWA 6-7
Ingoma 144 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ziyeke Izinto Ezingabalulekanga”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yos 6:20—Bubuphi ubungqina obubonisa ukuba iYeriko yahlaselwa ingakhange ivaleleke ixesha elide? (w15 11/15 15 ¶2-3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yos 6:1-14 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 9)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lffi isifundo 01 isiqendu 3 (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 5) Dlala ividiyo ethi, Okufezwe Yintlangano, kaSeptemba.
Ukungathobeli Ngabom Kuzisa Izinto Ezimbi: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, ‘Akusilelanga Nalinye iLizwi’ —Isicatshulwa. Uze ubuze le mibuzo: Ngowuphi umyalelo ocacileyo uYehova awawukhuphayo ngeYeriko? UAkan nentsapho yakhe benza ntoni, yaye ngoba? Zeziphi izinto esifundisa zona le vidiyo? Khuthaza ibandla ukuba liyibukele yonke le vidiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 14 ¶8-14, nebhokisi 13A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 88 Nomthandazo