Septemba 6-12
DUTERONOMI 33-34
Ingoma 150 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Balekela Kwiingalo ZikaYehova ‘Zikanaphakade’”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 34:6—Inoba kwakutheni ukuze uYehova angawachazeli amaSirayeli ukuba umngcwabele phi uMoses? (it-2-E 439 ¶3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 33:1-17 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Utyelelo Lokuqala: IBhayibhile—2Ti 3:16, 17. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 1)
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uqalise isifundo seBhayibhile. (th isifundo 3)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Sebenzisa uPhila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! Xa Ushumayela”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Siyakwamkela Kwisifundo Sakho SeBhayibhile. Ukuba ixesha liyavuma, thetha ngezinto ezikule ncwadi intsha. Khuthaza abavakalisi ukuba bazifundele le ncwadi okanye bayifunde kunye kuNqulo Lwentsapho.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 13 ¶7-14, nebhokisi 13A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 18 Nomthandazo