Oktobha 10-16
1 KUMKANI 19–20
Ingoma 33 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Thembela NgoYehova Xa Ukhathazekile”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Ku 19:19-21—Eli bali lisifundisa ntoni ngokwamkela isabelo esitsha sokwenza eminye imisebenzi entlanganweni? (w97 11/1 31 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 19:1-14 (th isifundo 12)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Vidiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: IBhayibhile—Yob 26:7. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 18)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 07 isiqendu 7 nendawo ethi Abanye Abantu Bathi (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Hlala Uzijonga Ngendlela Efanelekileyo Izinto: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Yeyiphi imigaqo yeBhayibhile enokusinceda sijonge izinto ngendlela efanelekileyo? UYehova wamthuthuzela njani uEliya? UYehova usithuthuzela aze asikhathalele njani?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 22
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 57 Nomthandazo