Oktobha 17-23
1 KUMKANI 21-22
Ingoma 134 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Linganisa Indlela UYehova Alisebenzisa Ngayo Igunya”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Ku 21:27-29—Sazi njani ukuba izinto awayezenza uAhabi zazingabonisi ukuba uguquke nyhani? (w21.10 3 ¶4-6)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 22:24-38 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uqalise isifundo seBhayibhile. (th isifundo 4)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 01. (th isifundo 6)
Intetho: (imiz. 5) w15 3/15 6-7 ¶10-12—Umxholo: Sifunda Ntoni Kukuthembeka KukaNabhoti? (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Uthando Lunomonde yaye Lunobubele”: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Njengentloko ntsapho uAlexandru wawubonisa njani umonde nobubele? Yintoni eyenza uDorina watshintsha ekugqibeleni? Ziintoni esizifundayo kula mava?
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 23
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 50 Nomthandazo