Oktobha 3-9
1 KUMKANI 17-18
Ingoma 32 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kuza Kude Kube Nini Ningacaci Icala Enikulo?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 18:36-46 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Utyelelo Lokuqala: IBhayibhile—2Ti 3:16, 17. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 12)
Intetho: (imiz. 5) w14 2/15 14-15—Umxholo: Into Esinokuyifunda Kukholo Lomhlolokazi. (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 21
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 83 Nomthandazo