Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Kuza Kude Kube Nini Ningacaci Icala Enikulo?”

“Kuza Kude Kube Nini Ningacaci Icala Enikulo?”

UEliya wayenza yacaca into yokuba amaSirayeli kwakufuneka enze isigqibo (1Ku 18:21; w17.03 14 ¶6)

UBhahali wayenguthixo ongaphiliyo (1Ku 18:25-29; ia 88 ¶15)

UYehova wazibonakalisa ukuba unguThixo ngendlela engummangaliso (1Ku 18:36-38; ia 90 ¶18)

UEliya waxelela abantu ukuba kufuneka babonakalise ukholo lwabo ngokuthobela uMthetho kaYehova. (Dut 13:5-10; 1Ku 18:40) Nathi namhlanje ukholo lwethu nokuzinikela kwethu kuThixo sikubonisa ngokuthobela imithetho kaYehova.