Oktobha 31–Novemba 6
2 KUMKANI 3-4
Ingoma 151 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Thatha Unyana Wakho”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
2Ku 4:38—Kusenokwenzeka ukuba yayingoobani “oonyana babaprofeti”? (it-2-E 697 ¶2)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 2Ku 3:1-12 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo17)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo20)
Intetho: (imiz. 5) w13 8/15 28-29—Umxholo: Ungakulinganisa Njani Ukuthobeka KukaElisha Xa Ukhonza UYehova? (th isifundo15)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Lude Lufike Uvuko”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Xa Uswelekelwe.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 25
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 139 Nomthandazo