Septemba 12-18
1 KUMKANI 11-12
Ingoma 137 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Yiba Nobulumko Xa Ukhetha Umntu Oza Kutshata Naye”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Ku 12:21-24—Sifunda ntoni kwindlela uKumkani uRehobhoham awathobela ngayo? (w18.06 14 ¶1-4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 12:21-33 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela yephulo lokuqalisa izifundo zeBhayibhile. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Qhubeka nesifundo seBhayibhile obusiqalile kutyelelo lokuqala, usebenzisa isifundo 01 sencwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (th isifundo 11)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 07 isiqendu 4 (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Umtshato—Umanyano Oluhlala Luhleli Ubomi Bonke”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Ukulungiselela Umtshato—Inxalenye 3: “Bala iindleko.”
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 19 isiqendu 1-4
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 63 Nomthandazo