Septemba 19-25
1 KUMKANI 13-14
Ingoma 21 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kutheni Umele Waneliseke Uze Uthobeke?”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
1Ku 14:13—Le vesi isifundisa ntoni ngoYehova? (w10 7/1 29 ¶5)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) 1Ku 13:1-10 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela yephulo lokuqalisa izifundo zeBhayibhile. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 7)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Qhubeka nesifundo seBhayibhile obusiqale kutyelelo lokuqala usebenzisa isifundo 01 sencwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (th isifundo 9)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 07 isiqendu 5 (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Jongana Nobunzima Bokungabi Namali Uqinisekile”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yakha Indlu Eqinileyo—“Yanela Zizinto Onazo.”
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 19 isiqendu 5-6 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 56 Nomthandazo