Oktobha 2-8
YOBHI 1-3
Ingoma 141 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Qhubeka Umbonisa Indlela Omthanda Ngayo UYehova”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yob 1:10—Le vesi isinceda njani siwaqonde amazwi kaYesu akuMateyu 27:46? (w21.04 11 ¶9)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yob 3:1-26 (th isifundo 12)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Emva koko bonisa umntu othetha naye iwebhsayithi yethu, uze umnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 9)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 20)
Intetho: (imiz. 5) w22.01 11-12 ¶11-14—Umxholo: Fundisa Kakuhle NjengoYakobi—Thobeka Ungagwegwelezi. (th isifundo 18)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ndandicinga Ukuba Ndizenza Kakuhle Zonke Izinto: (imiz. 10) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze le mibuzo: Kwakutheni ukuze umzalwana uBirdwell ‘acinge ukuba uzenza kakuhle zonke izinto’?
Kwamnceda njani ukucingisisa ngoMateyu 6:33?
Yintoni enye into oyithandileyo ngala mava ale ntsapho?
“Sebenzisa Iphepha Lokuqala Eliku-JW.ORG Xa Ushumayela”: (imiz. 5) Ingxubusho.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 59 isiqendu 6 neendawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 129 Nomthandazo