Oktobha 16-22
YOBHI 6–7
Ingoma 33 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Xa Ubomi Bungapha Kwamandla Akho”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Yob 6:29—Yintoni enokusinceda sikuphephe ukubacingela kakubi abazalwana bethu? (w20.04 16 ¶10)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yob 6:1-21 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 7)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Qala ngencoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike enye yezinto ezikwi-Teaching Toolbox. (th isifundo 11)
Intetho: (imiz. 5) w22.01 12-13 ¶15-18—Umxholo: Fundisa Kakuhle NjengoYakobi—Yenza Imizekelo Eza Kubanceda Abantu. (th isifundo 8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“UYehova Uyabasindisa Abo Batyumkileyo Emoyeni”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff icandelo 4 khawutsho
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 143 Nomthandazo