Oktobha 30–Novemba 5
YOBHI 11-12
Ingoma 87 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Iindlela Ezintathu Zokufumana Ubulumko Uze Uncedakale Bubo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibileni: (imiz. 10)
Yob 12:11—Umgaqo okule vesi ungasinceda njani siyiphucule indlela esimamela ngayo? (w08 8/1 11 ¶5)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Yob 12:1-25 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mcacisele ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile, emva koko umnike ikhadi elithetha ngesifundo seBhayibhile. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 13)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 12 kwiindawo ezithi: ufunde ntoni, khawutsho, into endizimisele ukuyenza (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Bazali—Ncedani Abantwana Benu Bazenze Izinto Abazifundiswa NguYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) bt isahl. 1 ¶8-15, ibhokisi ekwiphepha 12
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 3 Nomthandazo