Septemba 18-24
ESTERE 6-8
Ingoma 115 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Isifundo Esihle Sendlela Yokuthetha”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Est 7:4—Ukubulawa kwamaYuda kwakuza ‘kumchana njani ukumkani’? (w06 3/1 11 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Est 8:9-17 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mmemele kwiintlanganiso uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 12)
Intetho: (imiz. 5) w22.01 10-11 ¶8-10—Umxholo: Fundisa Kakuhle NjengoYakobi—Fundisa Izinto Ngendlela Elula. (th isifundo 17)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Thembela NgoYehova Xa Kukho Umntu Okuntlontayo”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
Isifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 58
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 124 Nomthandazo