Septemba 25–Oktobha 1
ESTERE 9-10
Ingoma 102 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Wasebenzisa Isikhundla Sakhe Ukuze Ancede Abantu”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibileni: (imiz. 10)
Est 9:15, 16—Kwakutheni ukuze amaYuda angazithathi izinto zamaxhoba awo? (w06 3/1 11 ¶4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Est 9:1-14 (th isifundo 11)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Qala ngencoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! uze umbonise indlela esiqhutywa ngayo isifundo seBhayibhile. (th isifundo 13)
Isifundo seBhayibhile: (imiz. 5) lff isifundo 12 Intshayelelo yendawo ethi Funda Nezinye Izinto nesiqendu 4 (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Abalusi Abasebenza Ukuze Kuncedwe Abantu BakaYehova”: (imiz. 15) Ingxubusho nevidiyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 59 nesiqendu 1-5
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 55 Nomthandazo