Septemba 4-10
ESTERE 1-2
Ingoma 137 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Zimisele Ukuthobeka NjengoEstere”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibileni: (imiz. 10)
Est 2:5—Bobuphi ubungqina obubonakala bufana nento ethethwa eBhayibhileni ngoMordekayi? (w22.11 31 ¶3-6)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Est 1:13-22 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE NTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Utyelelo Lokuqala: UBukumkani—Mat 6:9, 10. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokugqibela. Mnike incwadana ethi Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade! (th isifundo 1)
Intetho: (imiz. 5) w20.11 12-14 ¶3-7—Umxholo: Usebenzisa UYesu Neengelosi. (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho—Inkangeleko: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo. Uze ubuze ibandla: Kutheni kusenokuba nzima ukwamkela indlela esijongeka ngayo?
Umgaqo ofumaneka ku-1 Petros 3:3, 4 ungasinceda njani sizijonge ngendlela efanelekileyo?
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 10) Dlala ividiyo kaSeptemba ethi Okufezwe Yintlangano.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lff isifundo 56 nesihlomelo 6 no-7
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 101 Nomthandazo