Septemba 23-29
INDUMISO 88-89
Ingoma 22 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. ULawulo LukaYehova Lolona Lufanelekileyo
(imiz. 10)
Ulawulo lukaYehova lukhuthaza okusesikweni (INd 89:14; w17.06 28 ¶5)
Ulawulo lukaYehova lubangela abantu bonwabe nyhani (INd 89:15, 16; w17.06 29 ¶10-11)
Luza kuhlala lukho ngonaphakade ulawulo lukaYehova (INd 89:34-37; w14 10/15 10 ¶14)
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
-
INd 89:37—Yintoni umahluko phakathi kokuthembeka nokunyaniseka? (cl 281 ¶4-5)
-
Ziintoni ozit handileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 89:1-24 (th isifundo 11)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Cela ukuqhubela umntu ongakholelwayo kuKristu isifundo seBhayibhile. (lmd isifundo 5 ingongoma 5)
5. Ukubuyela
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Mbonise ukuba siqhutywa njani isifundo seBhayibhile. (th isifundo 9)
6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho
(imiz. 5) Intetho. ijwbq 181—Umxholo: Ithetha Ngantoni IBhayibhile? (th isifundo 2)
Ingoma 94
7. Imithetho kaYehova Yeyona Ilungileyo
(imiz. 10) Ingxubusho.
Abantu abaninzi bathi imithetho yeBhayibhile ngesondo nomtshato iphelelwe lixesha. Uqiniseke kangakanani ukuba ukulandela imithetho kaYehova yeyona nto ikulungeleyo?—Isa 48:17, 18; Rom 12:2.
-
Kutheni singamele siyithembe indlela yokuziphatha yeli hlabathi? (Yer 10:23; 17:9; 2Ko 11:13-15; Efe 4:18, 19)
-
Kutheni simele siyithembe indlela uYehova afuna siziphathe ngayo? (Yoh 3:16; Rom 11:33; Tit 1:2)
IBhayibhile ifundisa ukuba abo bangayihoyanga imithetho kaThixo yokuziphatha “abazukungena kuBukumkani BukaThixo.” (1Ko 6:9, 10) Ngaba seso sizathu qha esenza sithobele indlela afuna siziphathe ngayo uThixo?
Dlala IVIDIYO ethi Izizathu Zokuba Nokholo—Imithetho KaThixo Hayi Eyam. Uze ubuze lo mbuzo:
-
Isikhusela njani imithetho kaThixo yokuziphatha?
8. Iimfuno Zebandla
(imiz. 5)
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 15 ¶15-20