Septemba 30–Oktobha 6
INDUMISO 90-91
Ingoma 140 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Ukuze Uphile Ubomi Obude Thembela NgoYehova
(imiz. 10)
Thina njengabantu asinokwazi ukubenza bude ubomi bethu ngaphezu kwaleminyaka bekulindeleke ukuba siyiphile (INd 90:10; wp19.3 5 ¶3-5)
UYehova ukho ukususela “ngonaphakade ukusa ngonaphakade” (INd 90:2; wp19.1 5, ibhokisi)
UYehova unako ibe uza kubanika ubomi obungunaphakade bonke abo bathembela kuye (INd 21:4; 91:16)
Ungaze umoshe ubuhlobo bakho noYehova ngokwamkela unyango olungavumelaniyo nemithetho yakhe. —w22.06 18 ¶16-17.
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 91:1-16 (th isifundo 10)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Ungakhange uthethe ngeBhayibhile yenza umntu oncokola naye akuchazele izinto anomdla kuzo okanye amaxhala anawo ukuze umxelele ngendlela iBhayibhile enokubenza bhetele ngayo ubomi bakhe. (lmd isifundo 1 ingongoma 3)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)
6. Intetho
(imiz. 5) lmd isihlomelo A ingongoma 5—Umxholo: Ungaphila Ngonaphakade Emhlabeni. (th isifundo 14)
Ingoma 158
7. Wuxabise Umonde KaThixo—Indlela UYehova Alijonga Ngayo Ixesha
(imiz. 5 ) Ingxubusho.
Dlala IVIDIYO. Uze ubuze lo mbuzo:
-
Ukuqonda indlela uYehova alijonga ngayo ixesha kunikusinceda njani thina ukuba sikulinde ngomonde ukuzaliseka kwezithembiso zakhe?
8. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaSeptemba
(imiz. 10) Yidlale.
9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 16 ¶1-5, nebhokisi ekwiphepha 128