BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 Incwadi Yesibini YeziKronike Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 21 22 23 24 25 26 27 28 29 30 31 32 33 34 35 36 Oko kuqulethweyo 1 USolomon ucela ubulumko (1-12) Ubutyebi bukaSolomon (13-17) 2 Kulungiselelwa ukwakhiwa kwetempile (1-18) 3 USolomon uqalisa ukwakha itempile (1-7) EYona Ngcwele (8-14) Iintsika ezimbini zekopolo (15-17) 4 Isibingelelo, uLwandle nezitya zokuhlambela (1-6) Iziphatho zezibane, iitafile neeyadi ((7-11a) Izinto zokuhombisa itempile ziyagqitywa ukwenziwa (11b-22) 5 Kulungiselelwa ukunikezelwa kwetempile (1-14) ITyeya iziswa etempileni (2-10) 6 USolomon uthetha nabantu(1-11) Umthandazo kaSolomon wokunikezela itempile (12-42) 7 Itempile iba nozuko lukaYehova (1-3) Amatheko okunikezelwa kwetempile (4-10) UYehova ubonakala kuSolomon (11-22) 8 Ezinye izinto ezakhiwa nguSolomon (1-11) Kulungiselelwa indlela yokukhonza etempileni (12-16) Iinqanawa zikaSolomon (17, 18) 9 Ukumkanikazi waseShebha uyobona uSolomon (1-12) Ubutyebi bukaSolomon (13-28) USolomon uyafa (29-31) 10 AmaSirayeli alwa noRehobhoham (1-19) 11 Ukulawula kukaRehobhoham (1-12) AbaLevi abathembekileyo baya kwaYuda (13-17) Intsapho kaRehobhoham (18-23) 12 UShishaki uhlasela iYerusalem (1-12) Ukuphela kolawulo lukaRehobhoham (13-16) 13 UAbhiya, ukumkani wakwaYuda (1-22) UAbhiya woyisa uYerobhoham (3-20) 14 UAbhiya uyafa (1) UAsa, ukumkani wakwaYuda (2-8) UAsa woyisa amaTiyopiya ayi-1 000 000 (9-15) 15 UAsa wenza utshintsho (1-19) 16 Isivumelwano sika-Asa neSiriya (1-6) UHanani ukhalimela uAsa (7-10) UAsa uyafa (11-14) 17 UYehoshafati, ukumkani wakwaYuda (1-6) Iphulo lokufundisa (7-9) Umkhosi kaYehoshafati (10-19) 18 UYehoshafati uzidibanisa noAhabhi (1-11) UMikaya uprofeta ukuba baza koyiswa (12-27) UAhabhi uyabulawa eRamoti-giliyadi (28-34) 19 UYehu ukhalimela uYehoshafati (1-3) UYehoshafati wenza utshintsho (4-11) 20 Iintlanga ezikufuphi zigrogrisa uYuda (1-4) UYehoshafati uyathandaza ecela uncedo (5-13) Impendulo kaYehova (14-19) UYuda usindiswa ngommangaliso (20-30) Ukuphela kolawulo lukaYehoshafati (31-37) 21 UYehoram, ukumkani wakwaYuda (1-11) Ileta evela kuEliya (12-15) Isiphelo esibi sikaYehoram (16-20) 22 UAhaziya, ukumkani wakwaYuda (1-9) UAtaliya ubhukuqa ubukumkani (10-12) 23 UYehoyada uyangenelela; uYehowashe wenziwa ukumkani (1-11) UAtaliya uyabulawa (12-15) UYehoyada wenza utshintsho (16-21) 24 Ulawulo lukaYehowashe (1-3) UYehowashe ulungisa itempile (4-14) Ukujika kukaYehowashe enze izinto ezimbi (15-22) UYehowashe uyabulawa (23-27) 25 UAmatsiya, ukumkani wakwaYuda (1-4) Kuliwa imfazwe namaEdom (5-13) UAmatsiya ukhonza izithixo (14-16) Kuliwa imfazwe noKumkani uYehowashe wakwaSirayeli (17-24) UAmatsiya uyafa (25-28) 26 U-Uziya, ukumkani wakwaYuda (1-5) Iimfazwe ezaliwa ngu-Uziya (6-15) U-Uziya onekratshi ubethwa ngeqhenqa (16-21) U-Uziya uyafa (22, 23) 27 UYotham, ukumkani wakwaYuda (1-9) 28 UAhazi, ukumkani wakwaYuda (1-4) Ukoyiswa yiSiriya namaSirayeli (5-8) UOdedi ulumkisa amaSirayeli (9-15) UYuda uyathotywa (16-19) UAhazi ukhonza izithixo; uyafa (20-27) 29 UHezekiya, ukumkani wakwaYuda1, 2) UHezekiya utshintsha izinto (3-11) Itempile iyacocwa (12-19) Imisebenzi yasetempileni iyenziwa kwakhona (20-36) 30 UHezekiya ubhiyozela iPasika (1-27) 31 UHezekiya uphelisa ukukhonzwa kwezithixo (1) Ababingeleli nabaLevi bayaxhaswa (2-21) 32 USenaribhe ugrogrisa iYerusalem (1-8) USenaribhe udelela uYehova (9-19) Ingelosi ihlasela umkhosi wama-Asiriya (20-23) Ukugula kukaHezekiya nekratshi lakhe (24-26) Izinto ezenziwa nguHezekiya nokufa kwakhe (27-33) 33 UManase, ukumkani wakwaYuda (1-9) UManase uyaguquka ekwenzeni izinto ezimbi (10-17) UManase uyafa (18-20) UAmon, ukumkani wakwaYuda (21-25) 34 UYosiya, ukumkani wakwaYuda (1, 2) UYosiya utshintsha izinto (3-13) Kufunyanwa incwadi yoMthetho (14-21) UHulida uprofeta ukuba kuza intlekele (22-28) UYosiya ufundela abantu incwadi yoMthetho (29-33) 35 UYosiya ulungiselela iPasika enkulu (1-19) UYosiya ubulawa nguFaro Neko (20-27) 36 UYehowahazi, ukumkani wakwaYuda (1-3) UYehoyakim, ukumkani wakwaYuda (4-8) UYehoyakin, ukumkani wakwaYuda (9, 10) UZedekiya, ukumkani wakwaYuda (11-14) Ukutshatyalaliswa kweYerusalem (15-21) UKoreshi uyalela ukuba itempile iphinde yakhiwe (22, 23) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 YeziKronike INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 YeziKronike IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yesi-2 YeziKronike https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg