BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 Incwadi Ka-Amosi Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 Oko kuqulethweyo 1 UAmosi ufumana umyalezo ovela kuYehova (1, 2) Bayagwetywa ngenxa yokuqhubeka bengathobeli (3-15) ISiriya (3-5), iFilisti (6-8), iTire (9, 10), uEdom (11, 12), ama-Amon (13-15) 2 Bayagwetywa ngenxa yokuqhubeka bengathobeli (1-16) UMowabhi (1-3), uYuda (4, 5), uSirayeli (6-16) 3 Kuchazwa umgwebo kaThixo (1-8) UThixo uchaza umcimbi wakhe oyimfihlo (7) Umyalezo wokutshatyalaliswa kweSamariya (9-15) 4 Umyalezo wokutshatyalaliswa kweenkomo zaseBhashan (1-3) UYehova ugxeka amaSirayeli ngokukhonza kwawo izithixo (4, 5) AmaSirayeli awafuni kuqeqeshwa (6-13) “Zilungiselele ukuhlangana noThixo wakho” (12) ‘UThixo uxelela umntu izinto azicingayo’ (13) 5 USirayeli ufaniswa nentombi ewileyo (1-3) Khangelani uThixo nize niqhubeke niphila (4-17) Kucaphukeleni okubi, nize nithande okulungileyo (15) Imini kaYehova, imini yobumnyama (18-27) Imibingelelo kaSirayeli ayamkelwa (22) 6 Baza kuthi shu abo bahleli ngokukhululeka! (1-14) Iibhedi zeempondo zeendlovu; izitya zewayini (4, 6) 7 Imibono ebonisa ukuba isiphelo sikaSirayeli sisondele (1-9) Iinkumbi (1-3), umlilo (4-6), intambo yokumeta (7-9) UAmosi kuthiwa makayeke ukuprofeta (10-17) 8 Umbono webhaskithi eneziqhamo zasehlotyeni (1-3) Kugwetywa abantu abacinezelayo (4-14) Indlala yokuva amazwi kaYehova (11) 9 Imigwebo kaThixo ayinakubalekwa (1-10) Intente kaDavide iza kuvuswa (11-15) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Ka-Amosi INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Ka-Amosi IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Ka-Amosi https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg