BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 Ileta Eya Kwabase-Efese Izahluko 1 2 3 4 5 6 Oko kuqulethweyo 1 Imibuliso (1, 2) Iintsikelelo (3-7) Zonke izinto ziqokelelelwa kuKristu (8-14) “Indlela yokulawula izinto” ngexesha elibekiweyo (10) Kubekwa isitampu ngomoya oyingcwele ‘njengesiqinisekiso’ (13, 14) UPawulos ubulela uThixo ngokholo lwamaEfese, aze awathandazele (15-23) 2 Benziwe baphila ngoKristu (1-10) Ludiliziwe udonga olubahlulayo (11-22) 3 Imfihlelo engcwele iquka nabantu beeNtlanga (1-13) Nabantu beeNtlanga baziindlalifa noKristu (6) Injongo kanaphakade kaThixo (11) Kuthandazelwa amaEfese ukuba aqonde (14-21) 4 Ukumanyana emzimbeni kaKristu (1-16) Izipho ezingabantu (8) Ubuntu obudala nobutsha (17-32) 5 Ukuthetha nokuziphatha ngendlela ecocekileyo (1-5) Hambani njengabantwana bokukhanya (6-14) Gcwaliswani ngumoya kaThixo (15-20) Lisebenziseni kakuhle ixesha (16) Amacebiso aya kubayeni nabafazi (21-33) 6 Amacebiso aya kubantwana nabazali (1-4) Amacebiso aya kumakhoboka neenkosi (5-9) Zonke iimpahla zokuzikhusela ezivela kuThixo (10-20) Imibuliso yokugqibela (21-24) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya Kwabase-Efese INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya Kwabase-Efese IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya Kwabase-Efese https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg