Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi YeEksodus

Izahluko

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • AmaSirayeli ayanda eYiputa (1-7)

    • UFaro ucinezela amaSirayeli (8-14)

    • Abazalisikazi aboyika uThixo basindisa abantwana (15-22)

  • 2

    • Kuzalwa uMoses (1-4)

    • Intombi kaFaro yenza uMoses unyana wayo (5-10)

    • UMoses ubalekela kwaMidiyan aze atshate uTsipora (11-22)

    • UThixo uyakuva ukukhala kwamaSirayeli (23-25)

  • 3

    • UMoses netyholo elivuthayo (1-12)

    • UYehova ucacisa igama lakhe (13-15)

    • UYehova uthuma uMoses (16-22)

  • 4

    • Imimangaliso emithathu eza kwenziwa nguMoses (1-9)

    • UMoses uyazeya (10-17)

    • UMoses ubuyela eYiputa (18-26)

    • UMoses uphinda adibane noAron (27-31)

  • 5

    • UMoses noAron phambi kukaFaro (1-5)

    • Ingcinezelo iyaqatsela (6-18)

    • AmaSirayeli atyhola uMoses noAron (19-23)

  • 6

    • Aphinda athenjiswe ukuba aza kukhululwa (1-13)

      • Igama likaYehova aliqondwa kakuhle (2, 3)

    • Umnombo kaMoses noAron (14-27)

    • UMoses uthunywa ukuba aphinde aye kuFaro (28-30)

  • 7

    • UYehova womeleza uMoses (1-7)

    • Intonga ka-Aron iba yinyoka enkulu (8-13)

    • Isibetho 1: amanzi ajika abe ligazi (14-25)

  • 8

    • Isibetho 2: amasele (1-15)

    • Isibetho 3: iimbuzane (16-19)

    • Isibetho 4: izibawu (20-32)

      • Izibawu azibikho eGoshen (22, 23)

  • 9

    • Isibetho 5: imfuyo iyafa (1-7)

    • Isibetho 6: abantu nezilwanyana baba namathumba (8-12)

    • Isibetho 7: isichotho (13-35)

      • UFaro uza kuwabona amandla kaThixo (16)

      • Igama likaYehova liza kwaziwa (16)

  • 10

    • Isibetho 8: iinkumbi (1-20)

    • Isibetho 9: ubumnyama (21-29)

  • 11

    • Kuchazwa isibetho seshumi (1-10)

      • AmaSirayeli mawacele izipho (2)

  • 12

    • Kuchazwa iPasika (1-28)

      • Igazi limele litshizwe kwimigubasi (7)

    • Isibetho 10: kubulawa amazibulo (29-32)

    • AmaSirayeli ayahamba (33-42)

      • Ukuphela kweminyaka eyi-430 (40, 41)

    • Umthetho wePasika (43-51)

  • 13

    • Onke amazibulo angamakhwenkwe ngakaYehova (1, 2)

    • ITheko Lezonka Ezingenagwele (3-10)

    • Onke amazibulo angamakhwenkwe ngakaThixo (11-16)

    • AmaSirayeli kuthiwa mawaye ngakuLwandle Olubomvu (17-20)

    • Umqulu welifu nowomlilo (21, 22)

  • 14

    • AmaSirayeli afika elwandle (1-4)

    • UFaro uleqa amaSirayeli (5-14)

    • AmaSirayeli awela uLwandle Olubomvu (15-25)

    • AmaYiputa atshona elwandle (26-28)

    • AmaSirayeli aba nokholo kuYehova (29-31)

  • 15

    • UMoses namaSirayeli bacula ingoma yoloyiso (1-19)

    • NoMiriyam uyacula (20, 21)

    • Amanzi akrakra enziwa abe mnandi (22-27)

  • 16

    • Abantu bakhalazela ukutya (1-3)

    • UYehova uyakuva ukukhalaza kwabo (4-12)

    • Abantu bafumana izagwityi nemana (13-21)

    • Akuqokelelwa mana ngeSabatha (22-30)

    • Kugcinwa imana eza kuba sisikhumbuzo (31-36)

  • 17

    • Abantu bakhalazela ukungabikho kwamanzi eHorebhe (1-4)

    • Kuphuma amanzi eliweni (5-7)

    • Kuliwa nama-Amaleki oyiswe (8-16)

  • 18

    • Kufika uYitro noTsipora (1-12)

    • UYitro ucebisa ukuba kukhethwe iijaji (13-27)

  • 19

    • KwiNtaba YeSinayi (1-25)

      • AmaSirayeli aza kuba bubukumkani bababingeleli (5, 6)

      • Abantu bayangcwaliswa ukuze badibane noThixo (14, 15)

  • 20

    • IMithetho Elishumi (1-17)

    • Izinto ezoyikisa amaSirayeli (18-21)

    • Kuchazwa indlela yokukhonza (22-26)

  • 21

    • Imithetho yamaSirayeli (1-36)

      • Ngamakhoboka angamaHebhere (2-11)

      • Ngobundlobongela obenziwa komnye umntu (12-27)

      • Ngezilwanyana (28-36)

  • 22

    • Imithetho yamaSirayeli (1-31)

      • Ngobusela (1-4)

      • Ngokonakaliswa kwezityalo (5, 6)

      • Ngokuhlawula nangemfuyo yabantu (7-15)

      • Ngokuhenda (16, 17)

      • Ngokukhonza nangendlela yokuphatha abantu (18-31)

  • 23

    • Imithetho yamaSirayeli (1-19)

      • Ngokuba nenyani nokungakhethi buso (1-9)

      • Ngeesabatha nangamatheko (10-19)

    • AmaSirayeli agadwa yingelosi (20-26)

    • Ukufumana umhlaba nemida (27-33)

  • 24

    • Abantu bayavuma ukugcina isivumelwano (1-11)

    • UMoses kwiNtaba YeSinayi (12-18)

  • 25

    • Iminikelo yentente engcwele (1-9)

    • ITyeya (10-22)

    • Itafile (23-30)

    • Isiphatho sezibane (31-40)

  • 26

    • Intente engcwele (1-37)

      • Amalaphu entente (1-14)

      • Iifreyimi neziseko (15-30)

      • Ikhethini nomkhusane (31-37)

  • 27

    • Isibingelelo somnikelo otshiswayo (1-8)

    • Iyadi (9-19)

    • Ioli yesiphatho sezibane (20, 21)

  • 28

    • Iimpahla zababingeleli (1-5)

    • Iefodi (6-14)

    • Isingxobo (15-30)

      • IUrim neTumim (30)

    • Isambatho esingenamikhono (31-35)

    • Iqhiya enepleyiti yegolide (36-39)

    • Ezinye iimpahla zababingeleli (40-43)

  • 29

    • Ukukhethwa kwababingeleli (1-37)

    • Umnikelo owenziwa yonke imihla (38-46)

  • 30

    • Isibingelelo sesiqhumiso esiqholiweyo (1-10)

    • Ukubalwa kwabantu nemali yokuhlawulela (11-16)

    • Isitya sekopolo sokuhlambela (17-21)

    • Umxube weoli yokuthambisa (22-33)

    • Indlela yokwenza isiqholo esingcwele (34-38)

  • 31

    • Amadoda anobuchule afumana umoya kaThixo (1-11)

    • ISabatha, umqondiso phakathi kukaThixo namaSirayeli (12-17)

    • Amacwecwe amabini amatye (18)

  • 32

    • Kukhonzwa ithole legolide (1-35)

      • UMoses uva kuculwa ingoma engaqhelekanga (17, 18)

      • UMoses uwagadlela phantsi amacwecwe anomthetho (19)

      • AbaLevi bakwicala likaYehova (26-29)

  • 33

    • Isiluleko sikaYehova (1-6)

    • Intente yokuhlangana ngaphandle kwenkampu (7-11)

    • UMoses ucela ukubona uzuko lukaYehova (12-23)

  • 34

    • Kwenziwa amacwecwe amatsha (1-4)

    • UMoses ubona uzuko lukaYehova (5-9)

    • Iinkcukacha zesivumelwano ziphinde zichazwe (10-28)

    • Ubuso bukaMoses buyakhazimla (29-35)

  • 35

    • Imithetho yeSabatha (1-3)

    • Iminikelo yentente engcwele (4-29)

    • UBhetsaleli no-Oholiyabhi banikwa umoya kaThixo (30-35)

  • 36

    • Kunikela abantu abaninzi kakhulu (1-7)

    • Kwakhiwa intente engcwele (8-38)

  • 37

    • Kwenziwa iTyeya (1-9)

    • Itafile (10-16)

    • Isiphatho sezibane (17-24)

    • Isibingelelo sesiqhumiso esiqholiweyo (25-29)

  • 38

    • Isibingelelo somnikelo otshiswayo (1-7)

    • Isitya sekopolo (8)

    • Iyadi (9-20)

    • Kubalwa izinto zentente engcwele (21-31)

  • 39

    • Kwenziwa iimpahla zababingeleli (1)

    • Iefodi (2-7)

    • Isingxobo (8-21)

    • Isambatho esingenamikhono (22-26)

    • Ezinye iimpahla zababingeleli (27-29)

    • Ipleyiti yegolide (30, 31)

    • UMoses uhlola intente engcwele (32-43)

  • 40

    • Ukumiswa kwentente engcwele (1-33)

    • Uzuko lukaYehova luba kuyo yonke intente engcwele (34-38)