Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaEzra

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • UKumkani uKoreshi uyalela ukuba iphinde yakhiwe itempile (1-4)

    • Kulungiselelwa ukuba abathinjwa babuye eBhabhiloni (5-11)

  • 2

    • Abantu ababuyayo (1-67)

      • Abasebenzi basetempileni (43-54)

      • Oonyana bezicaka zikaSolomon (55-57)

    • Iminikelo yokuzithandela yetempile (68-70)

  • 3

    • Isibingelelo siphinda sakhiwe kuze kwenziwe imibingelelo (1-7)

    • Kuqaliswa ukwakhiwa kwetempile (8, 9)

    • Kubekwa isiseko setempile (10-13)

  • 4

    • Ukwakhiwa kwetempile kuyachaswa (1-6)

    • Iintshaba zikhalaza kuKumkani uArtashashta (7-16)

    • Impendulo ka-Artashashta (17-22)

    • Umsebenzi wokwakha uyema (23-24)

  • 5

    • AmaYuda aphinda ayakhe itempile (1-5)

    • UTatenayi uthumela ileta kuKumkani uDariyo (6-17)

  • 6

    • UDariyo uyaphanda aze akhuphe umyalelo (1-12)

    • Itempile iyagqitywa ize inikezelwe (13-18)

    • Kubhiyozelwa iPasika (19-22)

  • 7

    • UEzra uza eYerusalem (1-10)

    • Ileta ka-Artashashta eya kuEzra (11-26)

    • UEzra udumisa uYehova (27-28)

  • 8

    • Abantu ababuya noEzra (1-14)

    • Kulungiselelwa uhambo (15-30)

    • Ukumka eBhabhiloni nokufika eYerusalem (31-36)

  • 9

    • Ukutshata kwamaSirayeli nezinye iintlanga (1-4)

    • UEzra uyathandaza evuma izono (5-15)

  • 10

    • Isivumelwano sokugxotha abafazi bezinye iintlanga (1-14)

    • Abafazi bezinye iintlanga bayagxothwa (15-44)