BONISA Incwadi YeBhayibhile Genesis Eksodus Levitikus Numeri Duteronomi Yoshuwa ABagwebi Rute 1 Samuweli 2 Samuweli 1 Kumkani 2 Kumkani 1 Kronike 2 Kronike Ezra Nehemiya Estere Yobhi INdumiso IMizekeliso INtshumayeli INgoma yazo iiNgoma Isaya Yeremiya IZililo Hezekile Daniyeli Hoseya Yoweli Amosi Obhadiya Yona Mika Nahum Habhakuki Zefaniya Hagayi Zekariya Malaki Mateyu Marko Luka Yohane IZenzo Roma 1 Korinte 2 Korinte Galati Efese Filipi Kolose 1 Tesalonika 2 Tesalonika 1 Timoti 2 Timoti Tito Filemon Hebhere Yakobi 1 Petros 2 Petros 1 Yohane 2 Yohane 3 Yohane Yuda ISityhilelo Isahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 Ileta Eya KumaHebhere Izahluko 1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 Oko kuqulethweyo 1 UThixo uthetha esebenzisa uNyana wakhe (1-4) UNyana mkhulu kuneengelosi (5-14) 2 Cingisisa kakhulu kunesiqhelo (1-4) Zonke izinto zibekwe phantsi kukaYesu (5-9) UYesu nabantakwabo (10-18) UMmeli Oyintloko wosindiso lwabo (10) Umbingeleli omkhulu onenceba (17) 3 UYesu mkhulu kunoMoses (1-6) Zonke izinto zakhiwe nguThixo (4) Kulumkiswa ngokungabi nalukholo (7-19) “Ukuba niyalimamela ilizwi lakhe namhlanje” (7, 15) 4 Ubungozi bokungangeni ekuphumleni kukaThixo (1-10) Kukhuthazwa ukuba singene ekuphumleni kukaThixo (11-13) Ilizwi likaThixo liphilile (12) UYesu, umbingeleli omkhulu kakhulu (14-16) 5 UYesu mkhulu kunababingeleli abakhulu abangabantu (1-10) Ungumbingeleli omkhulu njengoMelkitsedeki (6, 10) Wafunda ukuthobeka kwizinto ezibuhlungu ezamehlelayo (8) Abantu basindiswa ngonaphakade ngenxa yakhe (9) Balumkiswa ngokungaqoli (11-14) 6 Sebenzelani ukuba niqole (1-3) Abashiya ukholo bayambethelela kwakhona uNyana (4-8) Qinisekani ngokupheleleyo ngethemba eninalo (9-12) Ukuqiniseka kwezithembiso zikaThixo (13-20) Izithembiso nezifungo zikaThixo azinakutshintsha (17, 18) 7 UMelkitsedeki, ukumkani nombingeleli okhethekileyo (1-10) UYesu ungumbingeleli omkhulu kakhulu (11-28) UKristu uyakwazi ukusindisa ngokupheleleyo (25) 8 Intente engcwele imela izinto ezisezulwini (1-6) Kuthelekiswa isivumelwano esidala nesitsha (7-13) 9 Imisebenzi engcwele kwindawo engcwele esemhlabeni (1-10) UKristu ungena ezulwini negazi lakhe (11-28) Umlamli wesivumelwano esitsha (15) 10 Imibingelelo yezilwanyana ayinamandla (1-4) UMthetho, isithunzi (1) UKristu wabingelelwa kwaba kanye (5-18) Indlela entsha nephilayo yokungena (19-25) Masingaziphosanisi nokuhlanganisana kunye (24, 25) Kulumkiswa ngokona ngabom (26-31) Ukuzimisela nokunyamezela ngokholo (32-39) 11 Into oluyiyo ukholo (1, 2) Abantu abayimizekelo yokholo (3-40) Asinakumvuyisa uThixo ngaphandle kokholo (6) 12 UYesu, uMphelelisi wokholo lwethu (1-3) Ilifu elikhulu lamangqina (1) Sukuyidelela ingqeqesho kaYehova (4-11) Qhubekani nihamba kwindlela efanelekileyo (12-17) Ukusondela kwiYerusalem esezulwini (18-29) 13 Ukhuthazo nemibuliso yokugqibela (1-25) Ningalibali ukubenzela ububele abanye (2) Umtshato mawuhlonipheke (4) Bathobeleni abo bakhokelayo (7, 17) Nikela umbingelelo wokudumisa (15, 16) Edlulileyo Elandelayo Printa Yithumele Yithumele Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KumaHebhere INGUQULELO YEHLABATHI ELITSHA YEZIBHALO EZINGCWELE Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KumaHebhere IsiXhosa Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KumaHebhere https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/1001061100/univ/wpub/1001061100_univ_sqr_xl.jpg