Indaba Ezilungileyo Ezibaliswa NguLuka
Izahluko
Oko kuqulethweyo
-
-
UYesu “uyiNkosi yeSabatha” (1-5)
-
Indoda efe isandla iyaphiliswa (6-11)
-
Abapostile abayi-12 (12-16)
-
UYesu uyafundisa aze aphilise (17-19)
-
Abantu abonwabileyo nabantu abaza kuthi shu (20-26)
-
Ukuthanda iintshaba (27-36)
-
Yekani ukugweba (37-42)
-
Waziwa ngeziqhamo zawo (43-45)
-
Indlu eyakhiwe kakuhle; indlu enesiseko esingomelelanga (46-49)
-
-
-
Abafazi ababehamba noYesu (1-3)
-
Umzekelo womntu otyalayo (4-8)
-
Isizathu sokuba uYesu asebenzise imizekelo (9, 10)
-
Kucaciswa umzekelo womntu otyalayo (11-15)
-
Isibane asimele sogqunywe (16-18)
-
Umama kaYesu nabantakwabo (19-21)
-
UYesu uphelisa isaqhwithi (22-25)
-
UYesu ukhuphela iidemon ezihagwini (26-39)
-
Intombi kaYayiro; umfazi ubamba isambatho sikaYesu sangaphezulu (40-56)
-
-
-
Abapostile abayi-12 baxelelwa izinto abamele bazenze xa beyokushumayela (1-6)
-
UHerode uyabhideka esakuva ngoYesu (7-9)
-
UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (10-17)
-
UPetros uchaza ukuba ngubani uKristu (18-20)
-
Kuprofetwa ngokufa kukaYesu (21, 22)
-
Abalandeli bakaYesu bokwenene (23-27)
-
UYesu uyatshintsha (28-36)
-
Kuphiliswa inkwenkwe enedemon (37-43a)
-
Kuphinda kuprofetwe ngokufa kukaYesu (43b-45)
-
Abafundi baphikisana ngokuba ngubani omkhulu (46-48)
-
(49, 50)
Nabani na ongasichasiyo ungakuthi -
Abantu belali yamaSamariya abamamkeli uYesu (51-56)
-
Indlela yokulandela uYesu (57-62)
-
-
-
Igwele labaFarisi (1-3)
-
Yoyikani uThixo, hayi abantu (4-7)
-
Ukuvuma ukuba bamanyene noKristu (8-12)
-
Umzekelo wendoda esisityebi kodwa esisidenge (13-21)
-
Yekani ukuba nexhala (22-34)
-
Umhlambi omncinci (32)
-
-
Ukuthi qwa (35-40)
-
Igosa elithembekileyo negosa elingathembekanga (41-48)
-
Akazisanga luxolo, uzokwahlukanisa (49-53)
-
Ukubona amaxesha (54-56)
-
Ukulungisa iingxaki (57-59)
-
-
-
Guqukani okanye niza kutshabalala (1-5)
-
Umthi wamafiya ongavelisi nto (6-9)
-
Kuphiliswa umfazi okhubazekileyo ngeSabatha (10-17)
-
Umzekelo wokhozo lwemostade nowegwele (18-21)
-
Kufuneka umntu asebenze ukuze angene ngomnyango omncinci (22-30)
-
UHerode, ‘la mpungutye’ (31-33)
-
UYesu ulilela iYerusalem (34, 35)
-
-
-
Ababingeleli baceba ukubulala uYesu (1-6)
-
Kulungiselelwa iPasika yokugqibela (7-13)
-
ISidlo Sangokuhlwa SeNkosi sokuqala (14-20)
-
“Umntu oza kundijikela uhleli nam apha etafileni” (21-23)
-
Impikiswano eshushu ngokuba ngubani oyena mkhulu (24-27)
-
Isivumelwano sikaYesu sobukumkani (28-30)
-
Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (31-34)
-
Isizathu sokuba kufuneka kulungiselelwe; amakrele amabini (35-38)
-
Umthandazo kaYesu kwiNtaba Yeminquma (39-46)
-
UYesu uyabanjwa (47-53)
-
UPetros uphika uYesu (54-62)
-
Kuhlekiswa ngoYesu (63-65)
-
Kuxoxwa ityala kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (66-71)
-