Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Incwadi KaZekariya

Izahluko

1 2 3 4 5 6 7 8 9 10 11 12 13 14

Oko kuqulethweyo

  • 1

    • Kuthiwa mababuyele kuYehova (1-6)

      • ‘Buyelani kum, nam ndiza kubuyela kuni’ (3)

    • Umbono 1: Amadoda akhwele amahashe phakathi kwemithi yommirtile (7-17)

      • “UYehova uza kuphinda ayithuthuzele iZiyon” (17)

    • Umbono 2: Iimpondo ezine nabakhandi abane (18-21)

  • 2

    • Umbono 3: Indoda ephethe intambo yokumeta (1-13)

      • IYerusalem iza kumetwa (2)

      • UYehova ‘ludonga lomlilo olujikelezileyo’ (5)

      • Ukuchukumisa ilihlo likaThixo (8)

      • Iintlanga ezininzi ziza kuzidibanisa noYehova (11)

  • 3

    • Umbono 4: Kutshintshwa iimpahla zombingeleli (1-10)

      • USathana uchasa uMbingeleli Omkhulu uYoshuwa (1)

      • ‘Ndiza kuzisa umkhonzi wam uHlumelo!’ (8)

  • 4

    • Umbono 5: Isiphatho sezibane nemithi emibini yeminquma (1-14)

      • ‘Ayingomandla, kodwa ngumoya wam’ (6)

      • Uze ungayideleli imini yeziqalo ezincinci (10)

  • 5

    • Umbono 6: Umsongo obhabhayo (1-4)

    • Umbono 7: Isitya se-efa (5-11)

      • Umfazi ekuthiwa nguBubi (8)

      • Isitya sisiwa eShinare (9-11)

  • 6

    • Umbono 8: Iinqwelo ezine (1-8)

    • UHlumelo uza kuba ngukumkani nombingeleli (9-15)

  • 7

    • UYehova ugxeka ukuzila ukutya kobuxoki (1-14)

      • “Benizile ukutya ngenxa yam na?” (5)

      • ‘Phathanani ngobulungisa, ngothando nangenceba’ (9)

  • 8

    • UYehova wenza kubekho uxolo nenyaniso eZiyon (1-23)

      • IYerusalem “sisixeko senyaniso” (3)

      • “Thethani inyaniso omnye komnye” (16)

      • Bebezile ukutya kodwa ngoku banetheko (18, 19)

      • ‘Masizimiseleni ukufuna uYehova’ (21)

      • Amadoda alishumi abambe isambatho somYuda (23)

  • 9

    • UThixo ugweba iintlanga ezikufutshane (1-8)

    • Kuza ukumkani waseZiyon (9, 10)

      • Ukumkani othobekileyo ukhwele idonki (9)

    • Abantu bakaYehova baza kukhululwa (11-17)

  • 10

    • Yiceleni kuYehova imvula, hayi kwizithixo (1, 2)

    • UYehova umanyanisa abantu bakhe (3-12)

      • Indoda eyintloko iphuma kwindlu kaYuda (3, 4)

  • 11

    • Into eza kwenzeka kubantu abangamfuniyo umalusi kaThixo (1-17)

      • “Yalusa umhlambi olungiselelwe ukuxhelwa” (4)

      • Iintonga ezimbini: UThandeka noManyano (7)

      • Umvuzo womalusi: Amaqhosha esilivere ayi-30 (12)

      • Imali iphoswa kwindawo yokugcina ubutyebi (13)

  • 12

    • UYehova ulwela uYuda neYerusalem (1-9)

      • IYerusalem “lilitye elinzima” (3)

    • Kulilelwa lowo bamhlabileyo (10-14)

  • 13

    • Kususwa izithixo nabaprofeti bobuxoki (1-6)

      • Baza kuhlazeka abaprofeti bobuxoki (4-6)

    • Umalusi uza kuhlaselwa (7-9)

      • Inxalenye yesithathu iza kusulungekiswa (9)

  • 14

    • Izithixo zipheliswa ngokupheleleyo (1-21)

      • INtaba Yeminquma iza kwahlukana phakathi (4)

      • UYehova uza kuba mnye, negama lakhe libe linye (9)

      • Izibetho eziya kubantu abalwa neYerusalem (12-15)

      • Babhiyozela iTheko Lamakhusi (16-19)

      • Zonke iimbiza ziza kuba ngcwele kuYehova (20, 21)