Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Iziqulatho

Iziqulatho

Iziqulatho

September 2006

Inkupho Ekhethekileyo

Ngaba Ukho Umdali Wezi Zinto?

Ngaba kusengqiqweni ukucinga ukuba indlela indalo eyilwe ngayo ifuna sikholelwe ukuba kukho uMyili, uMdali?

Ngubani Ofanele Umkholelwe? 3

Yintoni Esiyifunda Kwindalo? 4

Ngaba UThixo Wasebenzisa Indaleko Ukudala Ubomi? 9

Udliwano-ndlebe Nengcali Yamachiza 11

Unjingalwazi wemichiza uthetha ngendaleko.

Ngaba Imfundiso Yendaleko Iyinyaniso? 13

Ngaba ukuguquka kwemizila yemfuza okanye ukuzikhethela kwemvelo kuvela izinto eziphilayo ezintsha?

Ngaba Inzululwazi Nengxelo YeGenesis Ziyaphikisana? 18

Ngaba iBhayibhile ifundisa ukuba zonke izinto eziphilayo zadalwa kwiintsuku ezintandathu, suku ngalunye luneeyure ezingama-24?

Kutheni Sikholelwa Ukuba Ukho UMdali? 21

Ezinye izazinzulu nabaphandi bacacisa izizathu zabo.

Ulungelelwano Olumangalisayo Kwizityalo 24

Ngaba ukukhula kwamagqabi azo esenza isangqa kwasuka nje kwazenzekela?

Ndinokukuthethelela Njani Ukukholelwa Kwam Kwindalo? 26

Funda indlela oselula anokuthethelela ngayo iinkolelo zakhe esikolweni.

Ngaba Kubalulekile Oko Ukukholelwayo? 29

Khawubone indlela ubomi bakho bonke obuchaphazeleke ngayo.

30 Okwenzeka Ehlabathini

31 Ubuya Kuphendula Uthini?

32 Ngaba Indaleko Yinyaniso Okanye Bubuxoki

[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]

Dinosaur: © Pat Canova/Index Stock Imagery