Iziqulatho
Iziqulatho
Novemba 2007
Inkupho Ekhethekileyo
Ngaba Unokuyithemba IBhayibhile?
IBhayibhile yeyona ncwadi banayo abantu abaninzi emhlabeni wonke. Kodwa sinokuqiniseka njani ukuba isigidimi sayo sivela kuThixo? Makhe siqwalasele ubungqina obahlukahlukeneyo, kuquka obuvela kwimbali nakwinzululwazi.
3 Ngaba Umele Uthembe Yonke Into?
5 Izizathu Zokuyikholelwa IBhayibhile
2. Ababhali Bayo Banyanisekile
5. Iziprofeto Ezisele Zizalisekile
Ukuba iBhayibhile yabhalwa ngabantu, kunokutshiwo njani ukuba iliLizwi likaThixo?
12 Indlela IBhayibhile Eyafikelela Ngayo Kuthi
Bona indlela iBhayibhile eye yaziwa kakhulu ngayo kunezinye iincwadi.
15 Ngaba Inzululwazi Ngezinto Zakudala Iyangqinelana NeBhayibhile?
Funda ngezinto ezimangalisayo ezixhasa ingxelo yeBhayibhile.
19 Ithetha Ngantoni IBhayibhile?
IBhayibhile inomxholo. Ngaba uyawazi?
22 Ngaba Yintsomi Okanye Yinyaniso?
Iintsomi ezintlanu eziphathelele iBhayibhile ziyabhencwa.
23 Ngaba Unokusithemba Isiluleko EsiseBhayibhileni?
IBhayibhile inokubuphucula ubomi bakho ize ikwenze wonwabe ngakumbi. Funda ngendlela okunokwenzeka ngayo oku.
26 Abantu Abaselula Bayabuza . . .
Kutheni Ndifanele Ndiphile Ngemilinganiselo YeBhayibhile?
Bona isizathu sokuba abantu abaselula abaninzi babe noxabiso ngemilinganiselo yeBhayibhile.
29 Uthando Olubalaseleyo LukaThixo
IBhayibhile ikhetheke njani kunezinye iincwadi?
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 2]
© The Trustees of the Chester Beatty Library, Dublin
Musée du Louvre, Paris