Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Ngaba Ufuna Ukufunda Oko Kufundiswa YiBhayibhile?

Ngaba Ufuna Ukufunda Oko Kufundiswa YiBhayibhile?

Ngaba Ufuna Ukufunda Oko Kufundiswa YiBhayibhile?

◼ Incwadana ethi Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi? inamaphepha angama-32 njengeli phephancwadi. Yenzelwe ukunceda abantu baqonde iimfundiso ezisisiseko zeBhayibhile. Le ncwadana iyichaza ngokucacileyo injongo kaThixo ngabantu yaye ichaza ngokusuka eBhayibhileni oko sifanele sikwenze ukuze simkholise. Esinye sezifundo ezibangel’ umdla kuyo sithi “Ngubani UThixo?,” “Ngubani UYesu Kristu?,” “Yintoni Injongo KaThixo Ngomhlaba?,” nesithi “Buyintoni UBukumkani BukaThixo?”

Nceda ucele eyakho okanye uyikope kwiWeb site ethi www.watchtower.org. Le ncwadana ifumaneka ngeelwimi ezingama-250 ezahlukahlukeneyo.

Xa uyifuna, zalisa eli phetshana lingezantsi uze ulithumele kwiadresi engezantsi okanye kwiadresi efanelekileyo ekwiphepha 5 kweli phephancwadi.

□ Ncedani nindithumelele incwadana ethi Yintoni UThixo Ayifunayo Kuthi?

Ulwimi.

□ Ncedani niqhagamshelane nam ngokuphathelele isifundo seBhayibhile sekhaya sesisa.