UVUKANI! Matshi 2011
INQAKU ELINGUMXHOLO
Unokuyiphucula Impilo Yakho
Abantu abaninzi abazi ukuba izinto abathanda ukuzenza ziyayichaphazela impilo yabo. Funda ngezinto eziyi-5 ezinokukhusela zize ziphucule impilo yakho.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Eyoku-1—Yitya Ukutya Okunesondlo
Unokuyiphucula impilo yakho ngokutya ukutya okusempilweni.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Eyesi-2—Wunyamekele Umzimba Wakho
Ungakwazi ukulawula iingxaki ezininzi zempilo xa ulala ngokwaneleyo, uhlamba amazinyo uze umane uzihlola kwagqirha.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Eyesi-3—Yenza Umthambo
Ukwenza umthambo kubalulekile kubantu bonke, ibe akunyanzelekanga ukuba ude uye ejimini.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Eyesi-4—Khusela Impilo Yakho
La macebiso alula anokukunceda ukhusele impilo yakho, wonge ixesha nemali.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Eyesi-5—Khuthaza Wena Nentsapho Yakho
Ukufunda ngendlela yokuzigcina usempilweni kunokukukhuthaza ukuba wenze utshintsho kuwe nakwintsapho yakho.
INQAKU ELINGUMXHOLO
Phucula Impilo Yakho
Funda indlela onokuncedakala ngayo ngokufunda ngenye intsapho eye yazimisela ukuphucula impilo yayo.
Incwadi Onokuyithemba—Icandelo 5
Funda ngendlela iGrisi eyaba ligunya lehlabathi lesihlanu ngayo ngokwembali yeBhayibhile.