UVUKANI! Matshi 2014 | Inyaniso Engaziwayo Ngendalo

Kukho umahluko omkhulu koko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kunye noko kuthethwa ngabantu.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: inyikima enxulumene nokwembiwa kwemithombo yamanzi, ilizwe elichithe imali eninzi kukhenketho, nokupheliswa kweebhegi zeplastiki.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ingcombolo Engaziwayo Ngendalo

Ngaba oko kuthethwa yiBhayibhile ngendalo kuyangqinelana noko kufunyaniswe ngoososayensi?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Imali

Ngaba imali yingcambu yazo zonke iintlobo zobubi?

AMAZWE NABANTU

Ukutyelela E-El Salvador

Funda ngabantu abanobubele “beLizwe Leentaba-mlilo.”

Ukumangalisa Kweenyembezi Zakho

Izizathu zethu zokulila zahlukile kwezo zezilwanyana. Njani?

UKUNCEDA INTSAPHO

Xa Udanile Emtshatweni

Ngaba ukuhlala neqabane lakho kukwenza uzive ngathi usentolongweni? Izinto ezintlanu ezinokunceda umtshato wakho.

NGABA YADALWA?

Isikhumba Senyoka

Yintoni eyenza isikhumba senyoka somelele ngokwaneleyo ukuze ikwazi ukunyuka emthini orhabaxa okanye irhubuluze kwisanti enamatye?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ndinokuyeka Njani Ukuzibekela Amangomso Izinto?

Funda ngamacebiso endlela yokuyeka ukuzibekel’ amangomso izinto!

Ngaba Lo Mntu Undifanele?

Ungazivelela njani zonke iinkalo uze ubone ukuba lo mntu unjani kanye-kanye?

Oko Kuthethwa Ngoontanga Bakho Ngezimbo Ezibonisa Ukuba Umntu Ufuna Ukulala Nawe

Funda ngoko bakuthethayo abantu abahlanu abasebatsha ngezi zimbo, nento omele uyenze ukuba ulixhoba lazo.