IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 30 ukuya kuOktobha 27, 2019.

“Asiyeki”!

Ithemba esinalo lingasinceda njani ukuze singanikezeli?

Thandanani Ngakumbi

Ileta eyabhalelwa amaKristu aseFilipi isinceda sibone ukuba sinokuthandana ngakumbi njani naxa sineengxaki.

‘Abo Bakumamelayo’ Baza Kusindiswa

Yintoni esinokuyenza ukuze sincede amalungu eentsapho zethu afunde ngoYehova?

Unokonwaba Nokuba Uyeke Umsebenzi Obuwenza Kwintlangano

Ebantwini abaninzi kunzima ukuyeka imisebenzi ebebekade beyenza. Yintoni enokubanceda xa izinto zitshintsha?

Ukholo​—Lusinceda Somelele

Ukholo lunamandla. Xa sinokholo, sinako ukunyamezela iingxaki ezibonakala zinkulu njengeentaba.

UYohane UmBhaptizi—Ibali Lakhe Lingasinceda Sihlale Sivuya

Yintoni engasinceda sihlale sonwabile enoba kwenzeka izinto ezisityhafisayo?