IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2024

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoOktobha 7–​Novemba 10, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 31

Wenze Ntoni UYehova Ukuze Ancede Abantu Abanesono?

Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 7-13, 2024.

Imibuzo Evela Kubafundi

Is the marking described at 2 Thessalonians 3:​14 an action taken by the congregation or by individual Christians?

INQAKU ELIFUNDWAYO 32

UYehova Ufuna Wonke Umntu Aguquke

Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 14-20, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 33

UYehova Ufuna Ibandla Libaphathe Njani Abantu Abonileyo?

Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 21-27, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 34

Abadala Balubonisa Njani Uthando Nenceba Kumntu Owonileyo?

Liza kufundwa kwiveki kaOktobha 28–​Novemba 3, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 35

Banokuncedwa Njani Abo Basusiweyo Ebandleni?

Liza kufundwa kwiveki kaNovemba 4-10, 2024.

Umyalezo Oya Kubafundi

Le Mboniselo inamanqaku athetha ngendlela uYehova abajonga nabanceda ngayo abantu abonileyo, nangendlela esinokunokululinganisa ngayo uvelwano, uthando nenceba anayo.