IMBONISELO—EFUNDWAYO Aprili 2020

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoJuni 1–Julayi 5, 2020.

Umkhosi Ovela Ngasemntla Uyahlasela!

Inqaku Elifundwayo 14: Juni 1-7, 2020. Zeziphi izizathu ezine ezenze sabona ukuba kufuneka siyitshintshe indlela esimqonda ngayo uYoweli isahluko soku-1 nesesi-2?

Ubajonga Njani Abantu Abakwintsimi Yenu?

Inqaku Elifundwayo 15: Juni 8-14, 2020. Khawubone iindlela esinokumxelisa ngazo uYesu nompostile uPawulos ngokujonga izinto abazikholelwayo, abanomdla kuzo nezinokubenza babe ngabafundi bangomso abantu esishumayela kubo.

Baphathe NjengoYehova Abazalwana Noodade

Inqaku elifundwayo 16: Juni 15-21, 2020. UYehova wanceda uYona, uEliya, uHagare noLote. Funda ngendlela esinokubaphatha ngayo abantu njengoYehova.

“Ndinibiza Abahlobo Bam”

Inqaku elifundwayo 17: Juni 22-28, 2020. Akukho lula ukuba ngabahlobo bakaYesu size siqhubeke singabo. Kodwa singakwazi ukuba ngabahlobo bakhe.

“Lubaleke Kude Kube Sekugqibeleni Ugqatso”

Inqaku Elifundwayo 18: Juni 29–Julayi 5, 2020. Singaphumelela njani kugqatso lobomi nokuba saluphele okanye siyagula?