Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2022
Kuboniswa apho lifumaneka khona inqaku
IMBONISELO EFUNDWAYO
AMABALI OBOMI
Ndavumela UYehova Andibonise Indlela (K. Eaton), Jul.
Ndafumana Into Ebhetele Kunokuba Ngugqirha (R. Ruhlmann), Feb.
Ndikonwabele Ukufunda Nokufundisa NgoYehova (L. Weaver, Jr.), Sept.
“Ndandifuna Ukusebenzela UYehova” (D. van Marl), Nov.
AMANGQINA KAYEHOVA
1922—Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo, Okt.
AMANQAKU AFUNDWAYO
Isiprofeto Sakudala Esibalulekileyo Kuwe, Jul.
Ngaba Abanye Bayayithanda Indlela Othetha Ngayo? Apr.
‘Ukwenza Abantu Abaninzi Babe Ngamalungisa,’ Sept.
Qhubeka Unxiba “Ubuntu Obutsha” Nasemva Kokuba Ubhaptiziwe, Mat.
Ngaba Indlela Olungisa Ngayo ‘Iyayivuyisa Intliziyo’? Feb.
Uyayibona Le Nto Yabonwa NguZekariya? Mat.
Ngaba Uyamthemba UYehova Ukuba Uzenza Kakuhle Izinto? Feb.
Badala, Qhubekani Nilinganisa Umpostile UPawulos, Mat.
Vuyiswa Kukukhonza UYehova Ngawo Onke Amandla Onawo, Apr.
Ungaseluxolweni Naxa Kukho Ingxaki, Dis.
‘Bambelela Enyanisweni,’ Aga.
“Bonwabile Abo [Bathembekileyo]” KuYehova, Okt.
Bancede Abanye Bakwazi Ukunyamezela Xa Beneengxaki, Dis.
“Thembela NgoYehova,” Juni
UYehova Usinceda Njani Sikwazi Ukushumayela? Nov.
UYehova Usinceda Njani Sinyamezele Sivuya? Nov.
Uthando Lungasinceda Njani Siyeke Ukoyika? Juni
Zibekele Izinto Ofuna Ukuzenzela UYehova, Uze Uzenze, Apr.
Linganisa UYesu, Bakhathalele Uze Ubancede Abantu, Feb.
Ngaba Igama Lakho Likhona “Kwincwadi Yobomi”? Sept.
UYehova Uyamsikelela Umntu Oxolelayo, Juni
Abantu BakaYehova Bayabuthanda Ubulungisa, Aga.
UYehova Ngoyena Mntu Uxolela Kakhulu, Juni
UYehova Uhlala Ebagadile Abantu Bakhe, Aga.
Hlalani “Nisakhana,” Aga.
Ungayeki Ukuqinisa Ithemba Onalo, Okt.
Hlala Uthe Qwa Xa kusenzeka Izinto Ezenza Kube Nzima Ukuhlala Unyanisekile, Nov.
Funda Kumninawa KaYesu, Jan.
Sifunda Ntoni Kwizinto Ezazikhalisa UYesu? Jan.
Masingavumeli Nantoni Na Isenze Siyeke Ukukhonza UYehova, Nov.
‘Wamamele Amazwi Ezilumko,’ Feb.
‘Lisebenzise Kakuhle Ixesha,’ Jan.
Oomama Bangafunda Ntoni KuYunike? Apr.
Bazali, Ncedani Abantwana Benu Bamthande UYehova, Meyi
Abantu Mababone Ukuba Banokukuthemba, Sept.
Sithini ISityhilelo Ngento Eza Kwenzeka Kwiintshaba ZikaThixo? Meyi
Sithini ISityhilelo Ngento Eza Kwenzeka Kuwe Kwixesha Elizayo? Meyi
Sithini ISityhilelo Kuwe Namhlanje? Meyi
Sebenzisana NeNkokheli Yethu UYesu, Jul.
UBukumkani BukaThixo Buyalawula! Jul.
“Abo Bafuna UYehova Akukho Nto Ilungileyo Baza Kuyidinga,” Jan.
Ungayithathi Kancinci Inyhweba Onayo Yokuthandaza, Jul.
Ubulumko Bokwenene Butsho Ngesikhalo Esikhulu, Okt.
Uza Konwaba Kakhulu Xa Ukhonza UYehova Ngendlela Ayifunayo, Mat.
Singaphila Ngonaphakade, Dis.
Kutheni Sisiya ESikhumbuzweni? Jan.
Icebiso Lobulumko Elisinceda Yonke Imihla, Meyi
Ungakwazi Ukonwaba Nyhani, Okt.
Ungakwazi ‘Ukubukhulula Ubuntu Obudala,’ Mat.
Ungabathemba Abazalwana Noodade, Sept.
Lutsha—Sanukuma Ndawonye Emva Kokuba Nibhaptiziwe, Aga.
“Uza Kuba Nam EParadesi,” Dis.
IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI
UDavide ‘wamvela’ njani uMefibhoshete kodwa waphinda wavuma ukuba abulawe? (2 Sam. 21:7-9), Mat.
Indlela omele ujongwe ngayo umtshato wokuqala nowesibini womKristu odivose engavunyelwa ziZibhalo, Apr.
Ngaba uDavide wayebaxa xa wayesithi wayeza kulidumisa “ngonaphakade” igama likaThixo? (INdu. 61:8), Dis.
Wayethetha ukuthini uYesu xa wayesithi: “Sanukucinga ukuba ndizise uxolo”? (Mat. 10:34, 35), Jul.
Wayethetha ukuthini umpostile uPawulos xa wayesithi ufana ‘nomntwana ozelwe phambi kwexesha?’ (1 Kor. 15:8), Sept.
Ithini iBhayibhile ngokwenza izifungo? Apr.
Ngoobani abaza kuvuselwa emhlabeni? Baza kufumana oluphi uvuko? Sept.
NGABA UBUSAZI?
Ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile abantu babesazi njani xa kuqala iminyaka neenyanga? Juni
Ngaba wakha wakhona umntu ekuthiwa nguMordekayi? Nov.
Yayiwanceda ngantoni amaSirayeli into yokuba uYehova awavumele anikele ngeentlobo ezimbini zeentaka? Feb.
Ayelobolela ntoni amaSirayeli? Feb.
Ngaba umntu owayebethelelwe esibondeni njengoYesu wayengcwatywa ngendlela eqhelekileyo ngamaRoma? Juni
UBOMI NEEMPAWU ZAMAKRISTU
IMBONISELO KAWONKE-WONKE
Ukuphelisa Inzondo Eqhubekayo, No. 1
UVUKANI!
Ihlabathi Eligcwele Ububi—Unokumelana Njani Nalo? No. 1