IMBONISELO—EFUNDWAYO Januwari 2025

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMatshi 3–Aprili 6, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 1

Masimzukise UYehova

Liza kufundwa kwiveki kaMatshi 3-9, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 2

Madoda Baphatheni Ngembeko Abafazi Benu

Liza kufundwa kwiveki kaMatshi 10-16, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 3

Yenza Izigqibo Ezivuyisa UYehova

Iza kufundwa kwiveki kaMatshi 17-23, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 4

Sifunda Ntoni Kwidini LikaYesu?

Iza kufundwa kwiveki kaMatshi 24-30, 2025.

INQAKU ELIFUNDWAYO 5

Uthando LukaYehova Lusinceda Njani?

Iza kufundwa kwiveki kaMatshi 31–Aprili 6, 2025.

Zoba Imifanekiso Eza Kukunceda Ukhumbule

Unokuzikhumbula izinto ozifundayo ngokuzama ukuba nombono wazo.