IMBONISELO—EFUNDWAYO Julayi 2019
Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoSeptemba 2-29, 2019
Izinto Esinokuzenza Ngoku Ukuze Sinyamezele Xa Sitshutshiswa
Yintoni esimele siyenze kwangoku ukuze sibe nesibindi naxa sichaswa?
Ungayeki Ukukhonza UYehova Naxa Umsebenzi Wethu Uvaliwe
Yintoni esimele siyenze ukuba urhulumente uthi masiyeke ukukhonza uYehova?
“Hambani . . . Niye Kubenza Abafundi”
Kutheni kubaluleke kangaka ukwenza abafundi, ibe ziintoni eziza kusinceda siwenze kakuhle lo msebenzi?
Nceda Abantu Abangakhonziyo Bamthande UThixo
Sinokwenza njani ukuze sincede abantu abangakhonziyo bathande uThixo baze babe ngabafundi bakaKristu?
IBALI LOBOMI
UYehova Wandenzela Izinto Endingazange Ndazicinga
Ukuba ngumthunywa wevangeli eAfrika kuncede uManfred Tonak waba nomonde, wanela zizinto anazo waza wancedakala nangezinye iindlela.
Ngaba Nyhani UYesu Wafela Nam Lo?
Ngaba wakha waba buhlungu ngenxa yeempazamo owazenzayo? Yintoni enokukunceda uyeke ukuba buhlungu?