IMBONISELO—EFUNDWAYO Juni 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoAgasti 5–Septemba 1, 2019

Walumkele Amaqhinga KaSathana

USathana ulichule apha ekuqhatheni abantu. Uzama njani ukusenza sibhekele kuYehova?

Masiyeke Ukucinga Izinto Angazifuniyo UThixo!

Indlela esicinga ngayo ibangelwa yindlela esikhule ngayo, indlela izinto ezenziwa ngayo kwindawo esihlala kuyo nazizinto esizifunde esikolweni. Sinokuziyeka njani izinto ezimbi ezendeleyo ezingqondweni zethu?

Thembela NgoYehova Xa Ukhathazekile

Ukukhathazeka kakhulu okanye kangangexesha elide kunokubangela ingxaki emizimbeni yethu okanye kwindlela esiziva ngayo. Ininzi into esingayifunda xa sijonga indlela uYehova awabanceda ngayo abakhonzi bakhe bakwazi ukumelana neengxaki ababenazo.

Bancede Abantu Abakhathazekileyo

ULote, uYobhi, noNahomi bakhonza uYehova bethembekile, kodwa ke babenazo iingxaki. Yintoni esinokuyifunda kubo?

Indlela Esinokuzikhusela Ngayo Kwiqhinga LikaSathana

Iphonografi yenye yezinto ezibambise abantu abaninzi. Yintoni enokusinceda siyicaphukele?

Umsongo Wakudala Owawungafundeki

Ngo-1970, abembi bezinto zakudala bafumana umsongo otshileyo e-Ein Gedi. Kodwa ke, okuvuyisayo kukuba bathi bakusebenzisa izinto zeteknoloji yangoku bakwazi ukuwufunda usongiwe unjalo. Kubhalwe ntoni ke kulo msongo?