IMBONISELO—EFUNDWAYO Disemba 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoFebruwari 3–Matshi 1, 2020.

Kukho Ixesha Lokusebenza Nelokuphumla

Eli nqaku, liza kuthetha ngezinto esinokuzifunda kwiSabatha eyayisenziwa ngamaSirayeli, lize lisincede sizimisele xa sisebenza size sibone nokuba kuthetha ukuthini ukuphumla kuthi.

UYehova Usinceda Sikhululeke

UNyaka Wenkululeko yamaSirayeli usikhumbuza indlela uYehova aza kusikhulula ngayo.

Imibuzo Evela Kubafundi

UMthetho wawusithi, ukuba indoda idibene nentombi engejiweyo “endle,” yayidlwengula yaza intombi yakhala, loo ndoda yayiba netyala. Kutheni?

Imibuzo Evela Kubafundi

USathana wathi uEva akazukufa xa esitya emthini wokwazi okulungileyo nokubi. Ngaba wayeqala imfundiso exhaphakileyo namhlanje yokuba umphefumlo awufi?

Umazi Kakuhle Kangakanani UYehova?

Kuthetha ukuthini ukwazi uYehova? Yintoni esinokuyifunda kwindlela uMoses noKumkani uDavide abakwazi ngayo ukuba ngabahlobo bakaYehova?

Bazali, Fundisani Abantwana Benu Ukuthanda UYehova

Abazali banokubafundisa njani abantwana babo ukuthanda nokukhonza uYehova?

“Ezintweni Zonke Bulelani”

Zininzi izizathu ezibonisa ukuba yinto entle ukubulela.

Ngaba Usakhumbula?

Ngaba uzithandile izinto ozifunde kwiiMboniselo ezisand’ uphuma? Khawubone ukuba usazikhumbula na.

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2019

Imixholo yamanqaku eeMboniselo nooVukani! bango-2019.