IMBONISELO—EFUNDWAYO Matshi 2018

Le magazini inamanqaku aza kufundwa ngoAprili 30 ukuya kuJuni 3, 2018.

Kufuneka Ubhaptizwe Ukuze Ube NgumKristu

Sifunda ntoni eBhayibhileni ngokubhaptizwa? Ziintoni ekufuneka azenze umntu ngaphambi kokuba abhaptizwe? Kutheni umqhubi wesifundo kufuneka afundise umntwana okanye isifundo sakhe ngenjongo yokuba sibhaptizwe?

Bazali, Ncedani Abantwana Benu Babhaptizwe

Yintoni ekufuneka abazali baqiniseke ngayo ngaphambi kokuba abantwana babo babhaptizwe?

IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI

Imibuzo Evela Kubafundi

Kutheni amaNgqina KaYehova esoloko ebonisa umpostile uPawulos enempandla okanye iinwele ezimfutshane?

Ukubuka Iindwendwe Yinto Entle, Efunekayo!

Kutheni iBhayibhile ibongoza amakristu abukane? Ngawaphi amathuba esinawo okubuka indwendwe? Sinokuyoyisa njani imiqobo esenza singabukani?

IBALI LOBOMI

UYehova Akazange Andiphoxe!

UErika Nöhrer Bright ebenguvulindlela othe ngxi, okhethekileyo, nomthunywa wevangeli. Ukhumbula indlela uThixo awamkhusela, nawamnceda ngayo, kuyo yonke iminyaka emkhonza.

Ukuqeqeshwa​—⁠Ubungqina Bokuba UThixo Uyasithanda

Yintoni esinoyifunda kwabo baqeqeshwe nguThixo kwixesha elidluleyo? Xa kufuneka siqeqeshe umntu, sinokumxelisa njani uYehova?

“Phulaphulani Ingqeqesho Nize Nilumke”

UYehova usifundisa njani ukuziqeqesha? Sinokwenza njani ukuze sincedwe yiyo nayiphi ingqeqesho esiyifumana ebandleni?