IMBONISELO—EFUNDWAYO Matshi 2020
Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 4-31, 2020.
Uza Kufuna Ukubhaptizwa Kuba Umthanda UYehova
Ukuthanda uYehova kunokukwenza ufune ukubhaptizwa. Kodwa yintoni enokukwenza ungabhaptizwa?
Ngaba Ukulungele Ukubhaptizwa?
Indlela oyiphendula ngayo imibuzo ekweli nqaku iza kukunceda.
IBALI LOBOMI
“Sikhona! Thumani Thina!”
UJack noMarie-Line babalisa ngento eyabenza bakwinkonzo yexesha elizeleyo neyabenza bakwazi ukuphila kwiindawo ezahlukeneyo ababethunyelwa kuzo.
Simele Sithethe Xa Kutheni?
Khawufunde ngabantu ababini ekuthethwa ngabo eBhayibhileni abaza kukunceda ulazi ixesha lokuthetha nelokuthula.
Thandanani Kakhulu
UYesu wathi abantu abangamaKristu nyhani baza kubonakala ngokuthandana. Uthando lusinceda njani sikwazu ukwenza uxolo, singakhethi size sibe nobubele?
Ngaba Ubusazi?
Bobuphi obunye ubungqina ngaphandle kobu buseBhayibhileni obubonisa ukuba amaSirayeli ayengamakhoboka eYiputa?
Imibuzo Evela Kubafundi
Yayingoobani amapolisa awayesetempileni yamaYuda? Ayesenza ntoni?