IMBONISELO—EFUNDWAYO Meyi 2018

Le mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoJulayi 9 ukuya kuAgasti 5, 2018.

IBALI LOBOMI

Ndaqala Ndihlupheka​—⁠Ngoku Ndisisityebi

USamuel Herd ukhulele kwindawo enabantu abasokolayo, kodwa ekukhuleni kwakhe waba sisityebi kwimisebenzi kaThixo, ngendlela angazange wayicinga.

Uxolo​—⁠Unganalo Njani?

Kuba siphila kwilizwe elineengxaki, kufuneka silwe nzima ukuze sibe sinoxolo. ILizwi LikaThixo lingasinceda.

UYehova Uyabathanda Abo ‘Bathwala Isiqhamo Benyamezele’

Sisenokutyhafa xa sishumayela kwintsimi enabantu abangenamdla. Sekunjalo, sonke sinokonwaba.

Isizathu ‘Sokuhlala Sithwele Isiqhamo Esininzi’

Kubalulekile ukuba sihlale sisikhumbula isizathu sokuba sishumayele.

Lwazi Utshaba Lwakho

Siyalazi ifuthe analo usathana kuthi namaqhinga akhe.

Lutsha​—⁠Mlweni UMtyholi

Sonke silwa noSathana. Ulutsha olungamaKristu lunokubonakala ngathi lungoyiswa lula, kodwa lunxibele ukulwa.

Isivuno Esikhulu!

Komnye ummandla waseUkraine, ikota yabantu ngamaNgqina KaYehova!