IMBONISELO—EFUNDWAYO Meyi 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoJulayi 1 ukuya kuAgasti 4, 2019.

Simele Sithandane Size Siphathane Kakuhle

Uyintoni umthetho kaKristu ibe kutheni sisithi ukhuthaza ukuba abantu baphathwe kakuhle?

Bathande Uze Ubakhusele Abantwana

Abazali bangabakhusela njani abantwana babo ukuze bangaphathwa kakubi ngokwesondo ibe abadala bangalikhusela njani ibandla?

Bathuthuzele Abantu Abakha Baphathwa Kakubi

ILizwi LikaThixo, abadala noodade abakhulileyo bangabathuthuzela njani abantu abakha baphathwa kakubi ngokwesondo?

Ungalahlekiswa ‘Bubulumko Beli Hlabathi’

Kutheni inguYehova kuphela onokusikhokela kakuhle? IBhayibhile isinceda njani singazithandi ngokugqithiseleyo?

Phucula Indlela Ofunda Ngayo

Zeziphi izinto omele uqiniseke ukuba uyazifunda ibe ungenza njani ukuze ube nento ophuma nayo xa ufunda iBhayibhile?